Friday, 11 December 2015
Wednesday, 4 November 2015
Youtube Channel
Youtube channel where you can listen to good, motivating, music that takes all your stresses away. Subscribe, leave a comment and if you have a youtube channel I will subscribe too.
https://www.youtube.com/channel/UCTIWRERTKLV26WWlQ3RQg2g
https://www.youtube.com/channel/UCTIWRERTKLV26WWlQ3RQg2g
Friday, 31 July 2015
U-Msamariya olungileyo unceda abantwana bezikolo e-Rabula.
Abantwana kwakunye nabazali base Rabula eQoboqobo bazibone befikelwa ngumsamariya olungileyo nothe wasabela kwisicelo sabo sokunceda abantwana besikolo abangenazihlangu zasikolo.
Izolo kwa Noxolo (Pholantloko) bekusingathwe umsebenzi wokunikezwa kwezihlangu kubantwana besikolo samabanga aphantsi i-Sonwabile kwakunye nesamabanga aphezulu i-Kwa-Dliso. Umama u-Yakhe Kwinana othe wavakalelwa sisicelo sabazali, abantwana kwakunye nabafundisi ntsapho uye wathetha ngesigqibo sokuzakunika abantwana isipho sezihlangu wathi: https://soundcloud.com/uviwe-jara/01-mrs-kwinana...Ukanti eqhubekeka esaleka ngendima abazakuthi bayidlale ekuqinisekiseni ukuba abntwana base Rabula banengomso eliqaqambhileyo uthethe wathi bazakuqinikisa ukuba eliphulo liqhuba minyaka le. Ukongeza uthi bazakunika umntwana ophumelele emagqabini kwibanga leshumi ithuba lokuba bafezekise amaphupha abo ngokuthi babafundise okanye babafunele imali nxaso khona ukuze bafumane imfundo enomsila ezakubavulela amasango kwiindawo abafuna ukuxelenga kuzo. Nanku umama u-Kwinana ezithethela ngokwakhe: https://soundcloud.com/uviwe-jara/02-mrs-kwinana. Umakhulu u-Sidinana onomntwana ofumene izihlangu uthethe ngento abayenzelwe ngu mama u-Kwinana wenjenje: https://soundcloud.com/uviwe-jara/03-mrs-sidinana. Umntwana othethe kamnandi wesikolo samabanga aphantsi i-Sonwabile u-Lindiswa Mbopha uthethe wabulela ngabakwenzelweyo wathi: https://soundcloud.com/uviwe-jara/04-lindiswa-mbopha, owesikolo samabanga aphezulu i-Kwa-Dliso yena uphefumle ngelithi: https://soundcloud.com/uviwe-jara/05-sisipho-magenuka. Inqununu yesikolo ebekubanjelwe kuwo lomsitho u-mnumzana Mahlasela ukubulele kakhulu abakwenzelwe ngumama u-Kwinana ngokungazenzisiyo, nanku ezithethela ngokwakhe: https://soundcloud.com/uviwe-jara/06-principal.
Ngabantwana abangamashumi amahlanu anomvo abathe baxhamla kwisikolo samabanga aphantsi, ze kwesamabanga aphezulu babelishumi abathe bafumana ezi zihlangu. Abangakhange bafumane kwelityeli abashiywanga enyanyeni nanjengoko bethenjisiwe ukuba bazakuhoywa nabo. Abahlali, abahlohli kwakunye nabantwana bacela ababefudula befunda kwizikolo zabo bangabalibali besakulungelwa khona ukuze baphucule ubomi babo.

Monday, 27 July 2015
SASSA Burnshill, Keiskammahoek out-reach programme
U-SASSA
ebebambhe inkqubo yokubhaliswa kwabafaki zicelo zezibonelelo zemali ka
rhulumente. Inkqubo le ibibanjelwe e-Mkhubiso ku ward 10 okhokhelwe ngukhansila
u-Nocawe Ndodana e-Qoboqobo phantsi komasipala i-Amahlathi.
Oyena nobangela walankqubo ibikukunika abantu
abadala kwakunye nabatsha ithuba lokufaka izicelo nezikhalazo zabo. Iilali ebezizimasile kuquka
i-Mkhubiso, Zanyokwe, iLene kwakunye ne Ngxondorha. Ukanti bona abantu
abebeyinxalenye singabalula inkosi u-Gaika, amagosa esebe lezophuhliso, isebe
lemicimbhi yezekhaya (Home affairs), isebe lezempilo, amapolisa kwakunye
namanye amasebe ebe bambhisene no SASSA. Isebe ngalinye liyondlale kwacaca gca
okwe kati emhlophe ehlungwini indima edlalwa lilo ekuqinisekiseni ukuba iinkonzo
zikarhulumente ziyafikelela eluntwini. Oyinkosana phantsi kwe-Ngqika tribal
authority utata u-Mncedisi Tuswa uthethe ngolutyelelo wenjenje… (INSERT 1-https://soundcloud.com/uviwe-jara/mncedisi-tuswa) Kwiingcebiso u-SASSA azinike
uluntu kuquka ukusetyenziswa kwe mali yabantu abadala ngondlela mnyama, nanto
leyo aabayibeke kwacaca ukuba ngumkhuba ombi ekumele uphele. U-SASSA esongeza
kwizilumkiso zabo baphinde bachaphazela umba okhalisa umzi kuzwe lonke,
umcimbhi wokuncedwa ngumntu ongamaziyo koomatshini bemali. Boleke ngelithi
abantu abaninzi benzelwa ubuqhopholo ngababantu benza ngathi babanika uncedo
kanti benzela bona. Abakwa SASSA baphinde bathi abantu abadala mabawafihle
amakhadi abo kwaye umntu anganikeli nabani na ukuba amkhuphele imali yakhe. Oku
kuvele emveni kokuba kukho inkxakamo ngokuthengwa kombane kwakunye ne-airtime
ngemali yabantu abadala bengenalwazi loko, Okhe walixhoba lokuthathelwa imali
umama u-Dyantyi unabe ngakuvileyo ngelithi… (INSERT 2- https://soundcloud.com/uviwe-jara/mrs-dyantyi) kubongozwe uluntu lonke ukuba lisebenzisane nokulwa
ubuqhophololo kuncedwane nabantu abadala ngendlela eyiyo kwaye u-SASSA uthi
iminyango yakhe ihlala ivulekile kwaye bahlala beqinisekisa ukuba umsebenzi
wabo wenziwa ngendlela eyiyo. U-Warrant Officer Mlamli Silwana uthethe
nabahlali ngomba wokuboleka imali koomatshonisa wenjenje… (INSERT 3- https://soundcloud.com/uviwe-jara/w-o-silwana). Owasetyhini osemtsha uthethe ngakuve kwintetho yegosa
lesebe lezekhaya wathi … (INSERT 4- https://soundcloud.com/uviwe-jara/zintle-majiki).
Uceba wendawo umama uNdodana uthethe ngo SASSA namanye amasebe ngokuzisa
iinkonzo eluntwini wathi… (INSERT 5- https://soundcloud.com/uviwe-jara/cncllr-ndodana).
Uluntu lumke lungawuvali umlomo ngendlela eluhoywe kakuhle nangokukhawuleza ngayo.
Friday, 24 July 2015
Tuesday, 7 July 2015
Monday, 6 July 2015
EFF president, Juju on six government officials
http://www.dailysun.co.za/news/2015-07-06-jujus-bold-move
Deadman alive
http://www.iol.co.za/news/world/dead-man-finally-proves-he-s-alive-1.1880953#.VZqGgvmqqko
Monday, 29 June 2015
"MEMBERS OF PARLIAMENT AND PROVINCIAL LEGISLATURES TO GRADUATE AT WITS UNIVERSITY"
http://www.parliament.gov.za/live/content.php?Item_ID=7724
This Jara boy though...banned!!!
http://citizen.co.za/afp_feed_article/chile-defender-jara-banned-over-backside-assault/
Friday, 26 June 2015
Rabula road revamp.
Towards the end of May Rabula populace saw road machinery planted. The contractor is set to revamp a length of about 10 km. The revamping will start at Ngqeqe location to near Zanyokhwe, which is out of Rabula. Residents have showed joy as this will not only re build the roads to a better state but also provide jobs to the youth. They also have hope that this will at least reduce the number of crime incidents as people will have work, meaning they will be busy most of the time. The construction is targeted to be complete towards the end of the year.
For more info e-mail: uviwejara@gmail.com
For more info e-mail: uviwejara@gmail.com
Thursday, 25 June 2015
Forte FM current affairs show.
Do not forget your current affairs show on your best/favourite community radio station on Tuesdays and Thursdays from 17:30 to 18:30. Hope you all enjoyed the show once again today. You can find us on 88.2 MHz or listen online: www.ufh.ac.za
Tuesday, 23 June 2015
Girlfriend allegedly murdered by her boyfriend.
It is alleged that a young man from Rabula murdered his girlfriend and dumped her in the river. It is believed that they are from the same rural area of Emagcumeni,Upper Rabula and they have been together for a while. The motive for the killing is, at this stage unclear.
Rabula residents on a stand against an alleged rapist.
Rabula residents are to have a meeting today with Keiskammahoek police regarding their complaint. The residents are complaining about a young man that allegedly recently raped an 80 years old granny last moth. He was arrested but later released. Residents says they do not want him in their community as he is a threat, especially on females. After the incident the granny was admitted to hospital but later died and was buried last weekend. The complaint from residents came after granny's burial. It is also alleged that it is not the first time the rapist do something of this nature but he was earlier not sentenced. The meeting is set to start at 10 o'clock.
Monday, 15 June 2015
June 16 plans
Tomorrow I'll be celebrating June 16 in style with Forte FM as we present a concert and auditions. What are your plans?
Subscribe to:
Posts (Atom)